Текстов песен в базе: 1 277 465
Qeqe (Emathandweni)

Qeqe (Emathandweni)

Nathi

Текст песни

Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Ukuthanda umuntu ngendlela othandwa ngayo ndim
Ndibanje ngomnt’ophambene luthando
Ingqondo yam, kubangath' ayikho kum
Xa ndikufakil' entlizweni yam
Ukuthanda umuntu ngendlel' othandwa ngayo
Kundenz' ingathi ndichola amaphepha
Intliziyo yam ibethel’ukuma
Xa ndikufakile entlizweni yam
Njalo mina ndiyaku langazelela
Ndofika nini ezingalweni zakho
Ntliziyo yam ibethel’ukuma
Ndofika nini ezingalweni zakho
Njalo mina ndiyaku langazelela
Ndofika nini ezingalweni zakho
Ntliziyo yam ibethel’ukuma
Ndofika nini ezingalweni zakho
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ndisemathandweni
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ndisemathandweni
Njalo mina ndiyaku langazelela
Ndofika nini ezingalweni zakho
Ntliziyo yam ibethel’ukuma
Ndofika nini ezingalweni zakho
Njalo mina ndiyaku langazelela
Ndofika nini ezingalweni zakho
Ntliziyo yam ibethel’ukuma
Ndofika nini ezingalweni zakho
Ndisemathandweni
Ndisemathandweni
Ndisemathandweni, Sithandwa Sam
Ndisemathandweni
Ndisemathandweni, Sithandwa Sam
Ndisemathandweni
Ndisemathandweni, Sithandwa Sam
Ndisemathandweni
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ooh
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ooh
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ndisemathandweni
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ooh
Ndiba yiqeqe, qeqe
Heyi
Ndiba yiqeqe, qeqe
Ndisemathandweni
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Hayi Hayi Hayi
Yiqeqe, qeqe
Qeqe
Yiqeqe, qeqe
Qeqe
Yiqeqe, qeqe
Ndisemathandweni
Yiqeqe, qeqe
Qeqe
Yiqeqe, qeqe
Qeqe
Yiqeqe, qeqe
Ndisemathandweni
Поделиться ссылкой:
Короткая ссылка: https://tekstpesni.ru/s/W3m

Тексты других песен исполнителя

© 2017–2025 Тексты песен