Текстов песен в базе: 1 277 500
Make Me A Potion

Make Me A Potion

Hugh Masekela

Текст песни

Bathi vuyani, vuyani ekhaya
Latheth' ixhwele
Bathi ndivumi, ndivumisile
Laphel' isele
Vuyan' ekhaya
Latheth' ixhwele
Ndivumisile
Laphel' isele
Yelele
Endleleni iyeza
Intab' yezi zenzo zami
Ndivikelel' isebe
Ntabeni eziy eDodoba
Endleleni iyeza
Intab' yezi zenzo zami
Ndivikelel' isebe
Ntabeni eziya eDodoma
Vuyani, vuyani ekhaya
Latheth' ixhwele
Ndivumi, ndivumisile
Laphel' isebe
Vuyan' ekhaya
Latheth' ixhwele
Ndivumisile
Laphel' isebe
Yelele
Endleleni iyeza
Intab' yezi zenzo zami
Ndivikelel' isebe
Ntabeni eziy eDodoba
Endleleni iyeza
Intab' yezi zenzo zami
Ndivikelel' isebe
Ntabeni eziya eDodoma
Endleleni iyeza
Intab' yezi zenzo zami
Ndivikelel' isebe
Ntabeni eziy eDodoba
Endleleni iyeza
Intab' yezi zenzo zami
Ndivikelel' isebe
Ntabeni eziya eDodoma
Поделиться ссылкой:
Короткая ссылка: https://tekstpesni.ru/s/57GV

Тексты других песен исполнителя

© 2017–2025 Тексты песен