Текстов песен в базе: 1 277 465
Jikizinto

Jikizinto

Berita

Текст песни

Idlulile iminyaka, Idlulile iminyaka ndikhangela wena
Zidluli izinsuku, Zidluli izinsuku ndikhumbula wena
Adlulile amalanga, adlulile Amalanga, ndifunana nawe
Eh kalok wena wena
Wahamba wangabuyi
Kalok wena
Zojikiizinto, jikizinto
Ndithi zojiki izinto
Namhlanje Zojikiizinto, jikizinto
Ndithi zojiki izinto
Sibuyile Isithandwa
Zojiki izinto
Oooo ooo my sugar sugar, my sweetie lavo
Zojikizinto
Ooo sibuyile isilavati nam
Bendizibuza imibuzo
Udlani kwaye uphi, ulalaphi, ugqokani
Bendizibuza imibuzo
Uvele ithi qatha kutsintshe sonke isimo
Usanganisa umoya wam
Usanganisa umoya wam iiiii
Usanganisa umoya wam iiiiii heke
Oooo heke
Zojikiizinto, jikizinto
Ndithi zojiki izinto
Namhlanje Zojikiizinto, jikizinto
Ndithi zojiki izinto
Sibuyile Isithandwa
Zojiki izinto
Oooo ooo my sugar sugar, my sweetie lavo
Zojikizinto
Ooo sibuyile isilavati nam
Поделиться ссылкой:
Короткая ссылка: https://tekstpesni.ru/s/6Vm7

Тексты других песен исполнителя

© 2017–2025 Тексты песен